Lusanda Spiritual Group – Soze ziwele phantsi

Lusanda Spiritual Group - Soze ziwele phantsi

Lusanda Spiritual Group – Soze ziwele phantsi Mp3 Download.

Multi-talented Singer and Songwriter, Lusanda Spiritual Group comes through with a brand new song titled “Soze ziwele phantsi”.

Listen to And Download “Lusanda Spiritual Group – Soze ziwele phantsi” on Fakaza Mp3 320kbps Datafilehost, Tubidy, Juice Paw 2023 and Zippyshare Steams Song Below..

Song Name Soze ziwele phantsi
Artiste Lusanda Spiritual Group
Uploaded January

Stream and download below.

Download Audio

Asoze ziwele phantsi
Inyembezi zam
Ukhona Thixo

Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi zam
Ukhona Thixo
Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
(Inyembezi zam)
(Ukhona Thixo)

Jesu ligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
(Wena ungukumkani wobungcwalisa)
(Mawunqulwe njalo )
Oh (Oh simakade)

Wena uligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
Ungu (Ungukumkani wobungcalisa)
(Mawunqulwe njalo )
Oh (Oh simakade)

Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi zam
Ukhona Thixo
Soze ziawela phantsi (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi (Inyembezi zam)
(Ukhona Thixo)

Somandla uligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
Wena no Davide (Wena ungukumkani wobungcalisa)
Wamoyisa uGoliyathi (Mawungulwe njalo )
Oh (Oh simakade)

Wena uligorha elinamandla (Ligorha elinamandla)
Wena uligorha elinamandla (Kumkani wobungcalisa)
Ungukumkani wobungcwalisa (Mawungulwe njalo )
Simakade (Oh simakade)

Asoze asoze (Asoze ziwele phantsi)
Inyembezi zam
Ukhona Thixo
Soze ziwele phantsi (Asoze ziwele phantsi)
(Inyembezi zam)
(Ukhona Thixo)

Download Song Zip

Download Audio

Download Full Zip Album